Ugqithile ke lo umba
Iminyaka ihambile
Kodwa ke asifuni siphinde sibone kakubi kangaka
Sidlule ke apho siye e Mzantsi Afrika
Nakhona amaXhoba adandathekile
Idandathekile imiphefumlo yabantu abashiyeke ngasemva
Idandathekile imiphefumlo yezihlobo nezalamane zabo
Siyathemba ke ba singafunda nto
Siyagqibelisa ukubona iziganeko ezibuhlungu
Asisibe siphinde sense iimpazamo
Ezigqithileyo
Nandipha Jola